company logo

Mozilla Employee Hotline

Ask a Question
Buza Umbuzo

Ukuba unombuzo wemilinganiselo nokuhambisana okanye unombuzo ophathelele ipolisi yenkampani, ungabuza ungazazisana nangokufihlakeleyo.

Umbuzo Ongumzekelo:

Ngaba ndingasamkela isipho esisuka kumthengisi intlangano yethu emgqala njengoshishina nayo?

Check Status
Hlola Imo

Ungahlola imo yengxelo yakho okanye umbuzo usebenzisa inombolo yokungena nephaswedi oyiyile ngoxa ubufaka ingxelo okanye umbuzo.

Sifowunele

Ukuba ukhetha ukuthetha nomntu bucala, sifowunele yaye omnye wabameli bethu angakuvuyela ukukunceda.

(800) 461-9330

Ukuba ufowunela inombolo yehlabathi khetha indawo ohlala kuyo ngokusuka kuluhlu olungezantsi ukuze ufumane inombolo yokufowuna eyabelwe ilizwe lakho. Ukuba ilizwe lakho alikho kuluhlu cofa apha ukuze ufumane imiyalelo eyongezelelekileyo.



Nceda uphawule ukuba le ayiyonkonzo yongxamiseko. Qhagamshelana nabaphathi basekuhlaleni ukuba lo mba uphakathi kokufa nokuphila.

Mozilla's Open Door Policy
Mozilla is driven by a culture of openness and collaboration, and conducts itself with the highest standards of business integrity and respect for others.

To achieve this, we need your cooperation to report any concerns you may have about your workplace, how you or another person is being treated or Mozilla’s business practices.

While we prefer that you report concerns to your manager or your HRBP, you also have the option of confidentially reporting your concerns via... Continue reading...

Open to All Employees

The Mozilla Employee Hotline is now available to Mozillians located in Europe, Canada, US, Australia and New Zealand, subject to applicable laws.